- Umntu oyithandayo ingqeqesho uthanda ulwazi;
kodwa ke yena ongafuni kululekwa usisityhakala. - Umntu osisiyatha uzibonakalisa kwangoko xa ecaphukile;
kanti ke yena umntu oqiqayo akazidubi ngezithuko. - Abo bantliziyo zinenkohliso ngabo abacebi bobubi;
kambe ke abakhuthaza uxolo bazuza ulonwabo. - UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo,
kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo. - Abakhutheleyo ngabo abaya kulawula;
ke wona amavila aphelela kumsebenzi wobukhoboka. - Amaxhala ayamtyhafisa umntu;
ke wona amazwi enkuthazo ayahlaziya.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Ukufunda
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Umsindo
Xa nicaphukile, umsindo mawunganiqweqwediseli...
Ukuzibamba
Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Yini na ukuba usibone isibi esiselisweni lowenu, kanti wona umqadi okwelakho iliso akuwuboni?Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!
