- Zonke iindlela zomntu zilungile kwawakhe amehlo,
kodwa nguNdikhoyo ocikida iinjongo zazo. - Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,
yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho. - Akunani kwaintwana engephi oyizuze ngendlela elungileyo
kunentabalala yengeniso oyifumene ngondlela-mnyama. - Umntu uyalucwangcwisa uhambo lwakhe,
kodwa nguNdikhoyo olawula ukunyathela kwakhe. - Kulungile ukuzuza ubulumko kunokufumana igolide;
kungcono ukukhetha ulwazi kunokwamkela isiliva. - Umntu oyinonophelayo imfundiso uyaphumelela;
ewe, yimihlali yodwa kokholosa ngoNdikhoyo. - Amazwi amyoli nqwa nobusi;
ayanandipheka emphefumlweni, ephilisa emathanjeni. - Umntu onobugwenxa udala ingxabano;
umntu ohlebayo wahlukanisa izihlobo. - Onomonde ulungile kunegorha;
olawula umsindo wakhe ungcono kunothimba isixeko.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ukunyaniseka
Bantwana bam, uthando lwethu...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
