DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ukholo (2/4)

Waphendula uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, ukuba niyakholwa, ningathandabuzi, niya kuba nako ukuyenza le nto ndiyenzé kulo mkhiwane, ngaphezu koko nibe nokuthi nakule ntaba: ‘Funquka, uphoseke elwandle,’ ize yenzeke loo nto.”
Funda ngokugqithisileyo...