Wena Thixo woobawo, ndiyakudumisa, ndikubulela kuba wena undizimasile. Undithe jize ngobulumko namandla. Nangoku wena undityhilele, wawuphendula umthandazo wethu. Ewe, usityhilele le nto ifunwa ngukumkani.
Nazi ke zona iziqhamo zoMoya: luthando, novuyo, noxolo; umonde, ububele, ukulunga, nentembeko; ubulali, nokuzeyisa. Awukho ke umthetho ochasa izinto ezinjengezi.