Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Abantwana
Waza uYesu wathi: “Bayekeni...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Nayiphi na into eniyenzayo yenzeni ngomxhelo ngokungathi niyenzela iNkosi, aniyenzeli bantu. Ze nikhumbule ukuba iNkosi iya kunivuza ngelifa eligcinele abantu bayo. Kaloku uKrestu yeyona Nkosi nikhonza yona.Ivesi elandelayo!Iivesi zeBhayibhile ngomxholo
- Ibuyiselo
- ILizwi likaThixo
- Imali
- Intliziyo
- Intsikelelo
- Isono
- Izulu
- Thembela
- Ubabalo
- Ubomi
- Ubomi obungunaphakade
- Ububi
- Ubulumko
- Ubulungisa
- Ukholo
- Ukukhuselwa
- Ukuphulaphula
- Ukuqonda
- Ukuthembeka
- Ukuthetha
- Ukuthobeka
- Ukuthobela
- Ukutya
- Ukuvangela
- Ukuxhomekeka
- Umhlaba
- Ummelwane
- Umoya
- uMoya oyiNgcwele
- Umthandazo
- Umthetho
- Umzimba
- Unqulo
- Usindiso
- UTata
- Uthando
- uThixo
- Uvuyo
- Uxolo
- UYesu
Ucwangciso lokufunda iBhayibhile lobuqu
Ngaba ubusoloko ufuna ukufunda iBhayibhile ngokupheleleyo, kodwa ngaba unobunzima bokuhambisana nezinye izicwangciso zokufunda?BhalisaNgenaITestamente eNdala
- EYEZIQALO
- EYEMFUDUKO
- EYONQULO
- EYASENTLANGO
- UHLAZIYO-MNQOPHISO
- UYOSHUWA
- IINKOKHELI
- URUTE
- 1 KASAMWELI
- 2 KASAMWELI
- 1 YOOKUMKANI
- 2 YOOKUMKANI
- 1 YEZIGANEKO
- 2 YEZIGANEKO
- UEZRA
- UNEHEMIYA
- UESTERE
- UYOBI
- IINDUMISO
- IZAFOBE
- AMAVA ENGQONDI
- UNCUTHU LWENGOMA
- UISAYA
- UJEREMIYA
- IZILILO
- UHEZEKILE
- UDANIYELI
- UHOSIYA
- UJOWELI
- UAMOS
- UOBHADIYA
- UJONA
- UMIKA
- UNAHUM
- UHABHAKUKI
- UZEFANIYA
- UHAGAYI
- UZAKARIYA
- UMALAKI