DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ivesi yoSuku

UMARKO 8:36 - XHO96
Kuba kaloku komnceda ntoni umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, kodwa walahlekelwa bubomi bakhe?

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo uThixo wenu lo nguThixo ekukuphela kwakhe, kungekho wumbi ngaphaya; futhi ke uthembekile. Uyawugcina umnqophiso wakhe, futhi izibele zakhe ziphuphumela kwâbo bamthandayo beyigcina imiyalelo yakhe kuse kumawaka ezizukulwana.Ivesi elandelayo!

Ucwangciso lokufunda iBhayibhile lobuqu

Ngaba ubusoloko ufuna ukufunda iBhayibhile ngokupheleleyo, kodwa ngaba unobunzima bokuhambisana nezinye izicwangciso zokufunda?BhalisaNgena