DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ivesi yoSuku

1 KUTIMOTI 4:8 - XHO96
Ewe, umthàmbo owenzelwa ukolula amalungu omzimba unendawo yawo. Kodwa ke uphelele apho. Kanti kona ukukhonza uThixo kunenzuzo egqithileyo, kuba akuthembisi bomi balapha kuphela, kuthembisa nobelizayo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane uthando, ngokunjalo nokwenza imisebenzi emihle. Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.Ivesi elandelayo!

Ucwangciso lokufunda iBhayibhile lobuqu

Ngaba ubusoloko ufuna ukufunda iBhayibhile ngokupheleleyo, kodwa ngaba unobunzima bokuhambisana nezinye izicwangciso zokufunda?BhalisaNgena